friendship

Mngani Wam

Tagged:  •    •    •    •    •  
  • Mngani Wam View all from Ntando
    Imvelaphi
    Ntando
    Xhosa
    Ntando Bangani
    2005

Chorus x2

We mngani wam
Kutheni undimosha nje
Aw mina ndikuthembe kangaka
Wandenza ndikuthembe kanjena

Hay' mhlobo wami enandimthanda
Yintoni lena ondenza yona
Oh ndibathe ndithe ndizama ukuthemba
Hay wena udlala undenza wrongo
Hay' mhlobo wami enandimthanda
Yintoni lena ondenza yona
Oh ndibathe ndithe ndizama ukuthemba
Hay wena udlala ungenza wrongo

Haw khumbula
Khumbula izenzo zakho
Izenzo zakho
Ngoba ngenye imini yo
Ngeke usathanda
Sizawubuyisa zonke
Khumbula khumbula
Izenzo zakho
Ngoba ngenye imini yo
Ngeke usathanda
Sizawubuyisa zonke

Chorus x4

Syndicate content
1365.83